kutshona
yintshona
yafunquka yonke ilali
ucinga ngomphanga
zezovuyo
simbonono
masikhe sililande
kweli nqanaba
imigudu namahlandinyuka
ebhomboloza
yinkosikazi yakhe
ibali
maninzi
kwafunwa kwancanywa
umhlola
betyiwe
ziingonyama
mahlathi
kwafumaniseka
Iintwanazana ezimbimi
zaziqinisekile
bakuba bengenile
wayibasela
engamtsibi
wayikhupha  ngefestile 
iphanga
Ndimgqibile
fak'amafutha mqhubi
iyaxoka
bangenelela
ababesemotweni 
engomeni
ngentlokomo
wathabatha unyawo
ukukhala
owayeqaqadekile
andikholwa
uyasazi
acaphule
unakho
emalahleni
ungatshi
ukusela
utywala
unganxili
ngentliziyo
ungandivuyeleli
ndakuwa
hleze
kuqabuka
angayaziyo
ophendulayo
engafikanga
ezisola
ngesenzo
wakhumbula
mazwi
enga usephupheni
nengqondo
balazi nomthungo
sebengqabavu
sebekhe bagqithwa
loo ntsasa
ndize njani apha
mntakwethu
akayinanze
yagoqoza
ngesokunene
ngesemfene
engcangcazelisa
uyinkene-nkene
ucime iintsizi
elandula
wamyeka
behla benyuka  nezitalato 
balahlekana
selehamba yedwa
ayizanga imkhathaze
wayekruqulwe
esenziwa
nomtsalane
enqwenela
lsajikeleza
ukunamathela
michankcatho
ntokazi
ebesoloko
wayilinda
wolula isandla
eyincedisa
ingakhubeki
ibambelela
wasibamba
akabi sayiyeka
emva kwemini
baya kukhwela
owayedibene nabo
waqiniseka
iphephandaba
kumhlathi
nqwakaqhwa
nesithuba somsebenzi
esasipapashwa
weentlanzi
xhonxosholo abantu
ezincoko-ncokolisa
waphawula
namxakekisa
wee khwitshi
 amaphepha  okubhala
umgcini-sango
engamvumeli
intaphane yemibuzo
wachaza
uthunywe
kwingqonyela
ngokwam
ufuna ukundonela
kokukrutha-kruthana
ebekhonjiswe
kungqendeve
amagogolo
akathandobuza
ngumnini-shishini
axhome  ibhatyi 
ndingakuthengisa
ongayenzayo
kwokufutshane
ukusoloko
luselutsha
zibhekiswa
zingabo
zazala nobungonyama
ngorhatya
azokumchithisa isithukuthezi
kwinkonzo enkulu
ngenjikalanga
wabonakala
angabeka iindlebe
rhiphu uvalo
efihla eyona nyaniso
yolulonwabo olukhulu
bengaphazanyiswa
kwakuxhel'eXhukwane
engayiphakamisanga nentloko
zasarhaka
bubutyadidi
ziqulathe impazamo
wema bhuxe
esifubeni
enye yezi nkewu
athi balulu
yamthi xhakamfu
esagxadazela
yalahla ngenqindi entlafunweni
eli sikizi
obhinqileyo
anganqanda
yamthi hlasi
ingcangula yemela
ngempama
ngebuhlungu
kwaphithizela imililo
ngenqindi
alikho elinye icebo
simkhombe ngomkhono  wekati 
phakamis'izandla
ukuyibhuduzelela
kusuk'ife
umkhonw' ekati 
mtshan'am
sakuba senkathazweni
zizisulu
zoonongqayi
 owevolo-volo 
wankcunkca
sizokuyicingela
kwasemehlweni
womngxu
qongqololo
nimqamangele
iintambo
ukusuka elunyaweni
kuyo kuthi ga entanyeni
bamphamba-phamba
bemtshicela
amaqabane
ingxubevange
unolwazi
emva kwengxoxo eshushu
lokugwetywa kwakho
umfula wethunzi lokufa
wayekhangeleka
ukuqhula ingento yakhe
kwamagogogo
kukhutshelwa ngaphandle
echibini
kuphoswa
umthandazo
kumkhweba
gqi umqokozo
zee dungu
zihange
zimshiya ngemva
wee cwaka
exwebe
wadanduluka
esikhululweni  samapolisa 
ephatha kuthandaza
ekhumbula isibhambathiso
kokumbombozela
wee yoyi walala
seliphakamile ilanga
kwiindlela zakhe ezitenxileyo
woyika wokuphuma
isono sakhe
nomfanekiso wezihange
atshixe ucango
azikaxoli
ziyure 

